ISO 639-1
I-ISO 639-1 yinxalenye yokuqala yomgangatho wamazwe ngamazwe we-ISO 639, edwelisa iikhowudi ezimfutshane zokuchonga iilwimi eziphambili ezithethwa kwihlabathi. Yakhutshwa okokuqala ngo-2005 njengeeKhowudi zokumela amagama eelwimi -- Icandelo loku-1: ikhowudi ye-Alpha-2.
Icandelo 1 libandakanya ukurekhoda iikhowudi ezinoonobumba ababini. Kukho iikhowudi ezili-136 ezinoonobumba ababini abarekhodiweyo, eziquka iilwimi eziphambili zehlabathi. Eminye imizekelo:
- Ulwimi lwaseArmenia lumelwe ngu- hy
- Ulwimi lwesiDatshi lumelwe ngu -nl
- Ulwimi lwesiNgesi lumelwe ngu -en
- I-Esperanto imelwe yi- eo